Amazwi okhenketho arekhodiweyo esitishi senqwelo yentambo engezantsi

Loading...

Your payment is processing. Please wait for a few seconds to access the tour.

Amazwi okhenketho arekhodiweyo esitishi senqwelo yentambo engezantsi

Cape Town audio tour: Amazwi okhenketho arekhodiweyo esitishi senqwelo yentambo engezantsi
This is a 0.2mi walking tour
It takes an average of 30 mins to complete.
Free
Access all 19 locations offline with the VoiceMap app

About the Tour

Zivele amabali athetha ngale ntaba ebizwa ngokuba yiTable Mountain kwaye uvhe ngama qhawe ayo xa usamile ulinde ukuncedwa kwi sitishi sangase zantsi, lonke olulwazi uzoliva kwa bahlali balapha eKapa abayaziyo lentaba, Abantu abafana ne haramiya yama Dutch kwaye ne ngqwela etshaya inqawe, kukhona amabali adibene ne zinto ezibalulekileyo ngomaya wale ntaba. Kujongwa ne mvelaphi ye ndlela eyakhelwe icable. Apha uzokuvha nangee ndawo ezidumileyo ezisixhenxe ezikwenza uzivhe kamnandi ezilapha eKapa.

Tour Producer

Preview Location

Location 15

Umlindi Wemingizimu

Kukho inkolelo yesiXhosa ngokuphathelele intaba yetafile eye yadluliselwa kwizizukulwana ngezizukulwana. Ibalisa ngosila kathixo onguQamata, owayefuna ukudala umhlaba owomileyo, kunye negongqongqo lamanzi inkanyamba eyazama ukukuphelisa oko.

UQamata nonkanyamba balwa idabi ...
Read More

How VoiceMap Works

Major Landmarks

  • Table Mountain Aerial Cableway

  • Table Mountain National Park

  • Platteklip Gorge

  • Twelve Apostles

Getting There

Route Overview

VoiceMap tours follow a route from a set starting point. It’s how we give turn-by-turn directions and tell a story greater than the sum of its parts.

Directions to Starting Point

Uhambo lwakho ungaliqala nokuba kuphi ngoku usalindileyo kwi sitishi sase zantsi se cable car. Xa ufuna uku mamela lamabali ngoku usabona umphezulu wale ntaba, uyacelwa ukuba ukhuphele “Ukhenketho olushicilelweyo lwesitishi esingentla: encotsheni yentaba”
Xa uziqhubela- isitishi se Cableway le ise zantsi siku Tafelberg Road, lo was Kloof Nek Road kwinto engange mizuzu eyi15 xa usuka edolophini, phambili kokuba ujike kwicala lesandla sasekhohlo. Xa ungena kumgaqo weTafekberg Road khangela ibodi eno phawu kwicala lesandla sasekunene, izokuxelela ukuba kuvuliwe okanye kuvaliwe.
Ujonge ibodi ezokubonisa imiyalelo xa ungena edolophinikwi ndawo ezinkulu.
Xa uhamba nge zithuthi zikawonke wonke- uyakwazi ukufikelela kwi Cableway na xa uhamba nge zithuthi zikawonke wonke, ibhasi uMyCiti ima ngaphandle kwe Cablewayle ise zantsi. Le bhasi ka MyCiti isuka eV&A Waterfront, iya eCamps Bay (route number 106 and 107, Waterfront Silo/Civic Centre/Camps Bay) ima phezulu kwe Kloof Nek Road. Xa ufika apho yehla, ugqibe ukhwele iteksi yeMyCiti engabatalelwayo ibizwa ngokuba ngu(Route 110). Isuka apho ku Kloof Nek Road, inyuke nge Tafelberg Road ide iyongena kwisitishi se Cableway le isezantsi. Ungama apha ke usuka eCamps Bay. Le teksi ingabatalwayo iqala xa kuvulwa iyophela ngo 7 wasebusuku yonke imihla.
Ibhasi isuka eCivic Centre eHertzog Boulevard. Le bus ima kwi ndawo ezibalekayo.
Wonke umntu okhwele le bhasi kuyanyanzeleka ukuba abene kadi lika MyCiti libizwa Myconnect. Eli kadi ku funeka ulifake imali, ngaphandle kwabantwana abanga phantsi kwe minyaka eyi4 kwaye babe ngaphantsi kwe mitha ngobude. Umntu akavumelekanga ukuba abatale nge mali ebhasini, ayithathwa.

Show Directions
Gift vouchers
Buy tours for friends and family who delight in discovery
Buy Now
License this tour
Adapt this tour to use your brand and suit your guests
Find out more

Tips

Places to stop along the way

TABLE MOUNTAIN CAFÉ
ITable Mountain Café ine ndidi nge ndidi zokutya. Umntu angazinceda aziphakele ukutya okukhoyo. Kukhona nokutya okulungele abantwana kwaye nezibiliboco zikhona nge ndidi nge ndidi.

SHOP AT THE TOP
Le venkile iphezulu, yeyona venkile esetyenziswayo. Ifumaneka kwi sakhiwo samatye ecaleni kwe Table Mountain Café. U90% nangaphezulu wezinto ezithengiswa apha zithengwe kwa kukutshane apha eMzantsi Africa.

LITTLE SHOP AT THE TOP
Kukhona ne venkile encinci efumaneka phezulu kwi cala elingase khohle. Xa uphuma kwi cable car kwi sitishi sangaphezulu.

EXIT SHOP
Xa ngaba ufuna ukuthenga ngokukhawuleza nje izinto olibele ukuzithenga, kukhona iExit Shop efumaneka kwi sitishi se cable ezi zise zantsi xa uphuma kwi cable car.

VISITOR CENTRE
iVisitors Centre ifumaneka kwi sitishi esingasezantsi, ecaleni kwe Lower Station Kiosk. Apha umntu unikwa ulwazi ngale ntaba kwaye kuthengiswa nange mpahla.

Best time of day

Ehlotyeni: ngo 8:30 wakusasa- 7 xa kutshona ilanga
Ebusika: ngo 8:00 wakusasa- :6 xa kutshona ilanga
Qiniseka ukuba uyajonga ukuba kuvuliwe phambili kokuba ufike. Uyacetyiswa uku uze nge mini apho imozulu ingembanga. Xa imozulu imbi okanye kukhona umoya, iCablecar ayikwazi ukuhamba kuba lonto inga ngu nobangela wengozi. Ungayijonga imozulu apha ku www.tablemountain.net

Precautions

Ngee mini ezintle, ngakumbi nge xesha lonyaka apho kugcwala khona, kuyanyanzeleka ukuba umntu alinde ithutyana.

Get The App

Download tours to use them offline
Listen hands-free with GPS playback
Get turn-by-turn directions
Scan the QR Code
“This app has become my go-to app for audio tours. I pretty much use it for every trip and it works wonderfully. I highly recommend VoiceMap for travelers to truly experience cities.”
App Store Review
“Great app. walk around at your own pace, stop where you want, move on or speed up when you want. Read the script before you go or during the commentary, speed it up or replay it. Repeat the tour whenever you like.”
Google Play Store

Questions and Reviews

5 / 5
1 Ratings
5
4
3
2
1
Display:
Sort by:
Loading…